Category: Uncategorized
-
Imilambo yegolide

EMzantsi Afrika kukho iimbombosholo ezikumila kufana nemithambo yegolide enexabiso ebaleka phakathi kwamatye. Amasuntswana egolide asekhona nangoku ematyeni amaninzi, kodwa akabonakali ngenxa yokuba mancinci kakhulu. Xa amanzi atshisayo enkcenkceza phakathi kwala matye, la masuntswana egolide ayanyibilika, ahambe namanzi, manzi lawo athi aqokelele onke la masuntswana egolide ndawonye enze ubumbombosholo. Akuphola amanzi, igolide iye iphinde iqine, yenze iimbombosholo…
