Chosi Ndabazomhlaba

La mabali abalisa elinye icala lembali yoMzantsi Afrika, leyo isusela phambili phaya kwiminyaka ezizigidigidi eyadlulayo.  Iimbali ezibaliswayo ngamatye esinyathelwa phezu kwawo, iincopho zeentaba ezilabalaba phezu kweentloko zethu, ukubhalwa kwezinto ezaba yimpumelelo, ekwasilelwayo kuzo nokonwabela ubomi.

“Chosi ngantsomi” 

“Chosi ndabazolwimi