Category: Uncategorized
-
IOksijini yokuqala

Ukuba besingabuyela emandulo, kunganyanzeleka ukuba siphefumle ngemibhobho ezele ioksijini. Umoya wamandulo wawungenayo ioksijini. Izinto zokuqala ukuphila zazingaphefumli oksijini (njengathi) okanye ezinye zingakwazi ukuyivelisa (njengezityalo). Ke ngoko ke zaziphefumla eminye imichiza afana ne-Iron okanye i-Sulfur. Kwathi kwisithuba seminyaka ezizigidigid’ezibini ezinesiqingatha, kwaye kwavela uhlobo olutsha lweentsholongwane. Ezi ntsholongwane bezisebenzisa amandla avela ekukhanyeni kwelanga ukuzenzela ukutya. Le nkqubo…
